| Nyamezela (original) | Nyamezela (translation) |
|---|---|
| Ndizonyamezela | I will endure |
| Ndide ndifike kuwe | Until I get to you |
| Ndizonyamezela | I will endure |
| Imihla yam yolulwe | My days are long |
| Ndizonyamezela | I will endure |
| Ndize ndifike kuwe | I will come to you |
| Ndizonyamezela | I will endure |
| Imihla yam yolulwe | My days are long |
| Namhlanje ndinokholo | Today I have faith |
| Ubomi buzo tshintsha | Life will change |
| Ndiboni lizwe litsha | I see a new country |
| Sinothando | We have love |
| Andinanto esandleni | I have nothing in hand |
| Ndize kanye nkosi | I came right away, sir |
| Liwa, libhek' umoya | Rock, wind |
| Akukho themba | There is no hope |
| Ndizonyamezela | I will endure |
| Ndide ndifike kuwe | Until I get to you |
| Ndizonyamezela | I will endure |
| Imihla yam yolulwe | My days are long |
| Ndizonyamezela | I will endure |
| Ndize ndifike kuwe | I will come to you |
| Ndizonyamezela | I will endure |
| Imihla yam yolulwe | My days are long |
| Kubekdala ingcinga | It was an old thought |
| Ndihambe, ndibuye | I went, I came back |
| Kuwe ndlela, namhlanje ndine themba | Goodbye, today I have hope |
| Ubomi buzo tshintsha (eish) | Life will change (eish) |
| Ndikhula ndinesihlahla ngumthunzi wam | I grow up with my shadow |
| Namhlanje ndine themba | Today I have hope |
| Ubomi buzotshintsha | Life will change |
| Ndandisiya nezihlwele | I went with the crowds |
| Kuyo indlu yakho namhlanje ndindodwa | I am alone in your house today |
| Undithembisile wothi uzobuya | He promised me that he would come back |
| Ndibekuwe indlela namhlamje ndindo | I was with you the way I am today |
| Ndandisiya nezihlwele | I went with the crowds |
| Kuyo indlu yakho namhlanje ndindodwa | I am alone in your house today |
| Undithembisile uthi uzobuya | He promised me that he would come back |
| Ndivekuwe indlela namhlamje ndindodwa | I woke up from the road and today I am alone |
| Ndizonyamezela | I will endure |
| Ndize ndifike kuwe | I will come to you |
| Ndizonyamezela | I will endure |
| Imihla yam yolulwe | My days are long |
| Ndizonyamezela | I will endure |
| Zendifike kuwe | I will come to you |
| Ndizonyamezela | I will endure |
| Imihla yam yolulwe | My days are long |
| Ndizonyamezela | I will endure |
| Ndize ndifike kuwe | I will come to you |
