Translation of the song lyrics Ndincede - Zahara

Ndincede - Zahara
Song information On this page you can read the lyrics of the song Ndincede , by -Zahara
in the genreАфриканская музыка
Release date:12.08.2021
Song language:Scythe
Ndincede (original)Ndincede (translation)
Ndikhuphe kwelihlazo endikulo, ayayay' Get me out of this shame I'm in, ayeay'
Sindisa umphefumlo wami Save my soul
Cul' endikulo Cul' I'm in
Ndincede kulendawo endikuyo Help me where I am
Ndincede, andiziva mna Help me, I can't hear myself

Ndincede, oh andiziva mna Help me, oh I can't hear myself
Ndincede kulendawo endikuyo Help me where I am
Ndincede, andiziva mna Help me, I can't hear myself
Ndincede kulendawo endikuyo Help me where I am
Ndincede, andiziva mna Help me, I can't hear myself
Bawo ndince kulendawo endikuyo Father, I am in this place where I am
Bandihlukumezile kodwa wena ukhona They hurt me but you are there
Bebethekile ngam', bebenzile ngam' They were hit by me, they were by me
Ndisuse kulendawo endikuyo Get me out of this place
Bawo Ndikhaphe ndingaxamazeki Father, accompany me without haste
Izilingo zininzi, woh oh The temptations are many, oh oh
Sindisa umphefumlo wami Save my soul
Cul' endikulo Cul' I'm in
Ndincede kulendawo endikuyo Help me where I am
Ndincede, andiziva mna Help me, I can't hear myself
Ndincede kulendawo endikuyo Help me where I am
Ndincede, andiziva mna Help me, I can't hear myself
Ndincede kulendawo endikuyo Help me where I am
Ndincede, andiziva mna Help me, I can't hear myself
Ndincede kulendawo endikuyo Help me where I am
Ndincede, andiziva mna Help me, I can't hear myself
Heroes have spoken Heroes have spoken
Abantu bathethile ngam' People have talked about me
Asoze ndavuma ukubekelwa phansi, hoyo I will never accept being put down, man
Heroes have spoken Heroes have spoken
Amaqhawe athethile ngam' heroes have spoken of me
Vula indlela yam', ndincede Make my way', help me
Ndincede kulendawo endikuyo Help me where I am
Ndincede, andiziva mna Help me, I can't hear myself
Ndincede kulendawo endikuyo Help me where I am
Ndincede, andiziva mna Help me, I can't hear myself
Ndincede kulendawo endikuyo Help me where I am
Ndincede, andiziva mnaHelp me, I can't hear myself
Ndincede kulendawo endikuyo Help me where I am
Ndincede, andiziva mna Help me, I can't hear myself
Heroes have spoken Heroes have spoken
Amaqhawe athethile ngam' heroes have spoken of me
Vula indlela yam', ndincede Make my way', help me
Ndincede kawundincede, kulendawo endikuyo Help me, help me, in this place I am
Ndincede, mhhHelp me, mhh
Translation rating: 2.8/5|Votes: 2

Share the translation of the song:

Leave a comment

Comments:

16.12.2023

She did ask for a help from us by singing,but we decided to ignore her

Other songs by the artist: