| Nqaba Yam |
|---|
| Ndifihle kuwe Nqaba yam |
| Izilingo zindilngile ndalingeka nam |
| Bazame ukundenza |
| Esiyatha nam ndayathazeka |
| Ndithemba wena |
| Mandingaze ndidaniswe |
| Ngowa ngowathemba |
| Mandingaze ndidaniswe |
| Ndigqatshukelwe |
| Isiphongo sam ndamosha |
| Sula kaloku Nqaba Yam |
| Bamb' elingachithekanga ikhe |
| Bendisiva ndisesihogweni |
| Khawuleza kaloku |
| Ndithemba wena |
| Mandingaze ndidaniswe |
| Ngowa ngowathemba |
| Mandingaze ndidaniswe |
| Ndizifihla Kuwe |
| Nqaba Yam, bhongo lam |
| Ulithemba lam |
| Ndizifihla Kuwe |
| Nqaba yam, bhongo lam |
| Ulithemba lam |
| Ndizifihla Kuwe |
| Nqaba yam, bhongo lam |
| Ulithemba lam |
| Ndizifihla Kuwe |
| Nqaba yam, bhongo lam |
| Ulithemba lam |
| Ndithemba wena |
| Mandingaze ndidaniswe |
| Ngowa ngowathemba |
| Mandingaze ndidaniswe |
| Ndizifihla Kuwe |
| Nqaba Yam, bhongo lam |
| Ulithemba lam |
| Ndizifihla Kuwe |
| Nqaba yam, bhongo lam |
| Ulithemba lam |
| Ndizifihla Kuwe |
| Nqaba yam, bhongo lam |
| Ulithemba lam |
| Ndizifihla Kuwe |
| Nqaba yam, bhongo lam |
| Ulithemba lam |
| Nqaba yam |
| Bhongo lam ulithemba lam |
| Uyinqaba yami |
| Nqaba yam |
| Bhongo lam ulithemba lam |
| Ndizifihla Kuwe |
| Nqaba yam |
| Bhongo lam ulithemba lam |
| Ndizifihla Kuwe |
| Nqaba yam |
| Bhongo lam ulithemba lam |
