Lyrics Oko - Zonke

Oko - Zonke
Song information On this page you can read the lyrics of the song Oko , by -Zonke
In the genre:Хаус
Release date:28.04.2022
Song language:Scythe

Select which language to translate into:

Oko
Wandenz’umuntu
Wandenz’owakho
Wandenza mkhulu
Wandenz’iqhawe
El’nohlala nawe
Sijongan’emehlweni
Wandiph’intliziyo
Ethambileyo
Kodwa yomelele yona
Okoko (okoko)
Eduze nam
Ok’uman’und’sebezela
Look to the sky (to the sky)
Okoko (okoko)
Eduze nam
Ok’uman’undsikelela
Through it all
All the time
Okoko…
Okoko…
Mhhm, okoko…
Wandenz’ithemba
Labaninzi
Wathi ndiyakwethemba
Wandenzel’ityholo
Tyholo lam
Elingasoze lafa
Angeke ndizisuse kuwe wena themba lam
Asoze ndizisuse kuwe wena menzi wam
Mhhhm, okoko…
Eduze nam
Ok’uman’und’sebezela
Look to the sky (to the sky)
Okoko (okoko)
Eduze nam
Ok’uman’und’sikelela
Through it all, all the time
Okoko…
Ngawo onke amaxesha
Lonk’ixesha oko
(Okoko…)
Ngawo onke’amaxesha
Lonk’ixesha oko
(Okoko…)
Ngawo onke amaxesha
Lonk’ixesha oko

Write what you think about the lyrics!

Other songs by the artist: