Translation of the song lyrics zange - Bongeziwe Mabandla, Mose

zange - Bongeziwe Mabandla, Mose
Song information On this page you can read the lyrics of the song zange , by -Bongeziwe Mabandla
in the genreЭлектроника
Release date:04.11.2021
Song language:Scythe
zange (original)zange (translation)
Ekuqaleni kwakunzima ukuk’xelela At first it was hard to tell
Kodwa emva kwexesha ndaqonda ukuba ndizincame But in time, I realized that I was making a sacrifice
Wayinciba yonke intliziyo yami He pierced my whole heart
Xa undixelela ukuba nawe uyandithanda When you tell me you love me too
Zange, zange, zange ndaphinde ndafana Never, never, never again
Ndaba ngomunye umuntu ukusukela oko I’ve been someone else since
Zange, zange, zange ndaphinde ndafana Never, never, never again
Ndaba ngomuny' umuntu ukusukela oko I became a different person ever since
Hlale ndiyicinga I keep thinking about it
Hlale ndiyicinga I keep thinking about it
Hlale ndiyicinga I keep thinking about it
Hlale ndiyicinga I keep thinking about it
Phambi kok’ba ufike Before you arrive
Ndandingayazi ukuba ndothini I did not know what to say
Ngoba ndandinesidingo isidingo sothando Because I had a need for love
Ndayangwa nguwe, mna ndade ndaphila You took care of me, and I got well
Khona undibonisa ukuba nyani uyandithanda Then you show me that you really love me
Zange, zange, zange ndaphinde ndafana Never, never, never again
Ndaba ngomunye umuntu ukusukela oko I’ve been someone else since
Zange, zange, zange ndaphinde ndafana Never, never, never again
Ndaba ngomuny' umuntu ukusukela oko I became a different person ever since
Hlale ndiyicinga I keep thinking about it
Hlale ndiyicinga I keep thinking about it
Hlale ndiyicinga I keep thinking about it
Hlale ndiyicingaI keep thinking about it
Translation rating: 5/5|Votes: 1

Share the translation of the song:

Write what you think about the lyrics!

Other songs by the artist: